Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukuvavanya imbewu ngeenjongo zesikhalazo nempikisw
Isicelo samalungelo okumilisa izityalo
Isicelo sokuqonda udidi lwesityalo
Isicelo semvume yeentshukumo zonke ezinxulumene
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
ISebe leZolimo livavanya iisampuli ezigunyazisiweyo zembewu ukuze iqinisekise uhlambuluko, ukuntshula kunye nokuphila.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Zonke izixa ezikhoyo zembewu, oko kukuthi ezorhwebo neziqinisekisiweyo, zithathelwa ingqalelo.
o ukukhethwa kwezixa zembewu ngokuzenzekelayo o izixa zembewu ezikrokrelekayo o iindidi zemveliso yezityalo eziyingxaki.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
ISikhululo esiGunyazisiweyo sokuVavanya iMbewu sisebenzisa inkqubo yokuvavanya ebeka phambili imiba ethile. Njengoko iindidi ezahlukeneyo zeemveliso zezityalo zivavanyelwa phantsi kweemeko ezahlukeneyo, ixesha elingathatyathwa kuvavanyo lingahluka ukusukela kwiintsuku ezimbalwa ukuya kwiiveki ezimbalwa. Buza kwiziko elo lovavanyo (jonga kwiinkcukacha zonxulumano).
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
