Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo selayisensi yomqhubi
Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ulutsha
Ukuqhuba kunye nokufunda ukuqhuba
Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Isicelo sephepha-mvume lokuqhuba lethutyana
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
abalindele izigqebhezana zabo zamaphepha-mvume okuqhuba abenze isicelo sokuvuselela amaphepha-mvume abo okuqhuba abalahlekelwe ngamaphepha-mvume abo okuqhuba.
Eli phepha-mvume liphelelwa lixesha emva kwee nyanga ezintandathu futhi ikhutshwa yiyo nayiphi na indawo yokuvavanyelwa iphepha-mvume lokuqhuba.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Uphathe ezi zinto zilandelayo:
o incwadi yesazisi okanye incwadi yokundwendwela o imifanekiso emibini elingana neyesazisi, ibe mhlophe namyama.
Uvavanyo lwamehlo luzokwenziwa ngaphambi kokuba likhutshwe iphepha-mvume lokuqhuba lethutyana.
Bhatala imali ebekiweyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iphepha-mvume lokuqhuba lethutyana likhutshwa kwangolosuku lesicelo.
Entla
Iindleko
Iphondo
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Isicelo sephepha-mvume lokuqhuba I DL1. Zalisa ifom kwiziko lokuvavanya elikwindawo ohlala kuyo.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
