Isicelo sokunika isiqinisekiso sexeshana elifutshane kwilayisensi yesithuthi nokulungela kwaso ukuhamba endleleni yoluntu
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukuthesta izithuthi isiqinisekiso sexeshana elifutshane kwilayisensi
Isicelo semvume yemoto yethutyana
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Xa unemoto engazange ibhaliswe nengenamaphepha-mvume ofuna ukuyiqhuba endleleni kawonke-wonke ngenjongo yokuya kuyibhalisa, ukuyenzela iphepha-mvume,ukuyihambisa kwabarhweba ngeemoto, evavanya imoto, eyiqhuba imoto ukuya nokubuya apho ilungiswa khona,ukuya kubacwaningi beemoto okanye ukuyoyithatha kumthengi ohluleka ukuyibhatala, kufuneka ufumane imvume yexeshana yokuyiqhuba.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Gcwalisa ifomu lesicelo TSP1, yesicelo semvume yethutyana kwi ofisi yamagosa endlela ekufutshane nawe okanye iziphathi-mandla zobhaliso.
Thumela ikopi yencwadi yesazisi.
Bhatala imali ebekiweyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Gcwalisa ifomu lesicelo TSP1, yesicelo semvume yethutyana kwi ofisi yamagosa endlela ekufutshane nawe&#160;okanye iziphathi-mandla zobhaliso.
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
