






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ushishino & Noqoqosho > Amacandelo Oshishino > IiNkonzo zeNkxaso Kushishino Lwempahla Yokunxiba Neyalukiweyo (Clotex)

IiNkonzo zeNkxaso Kushishino Lwempahla Yokunxiba Neyalukiweyo (Clotex)




INKCAZELO:

ISebe loPhuhliso loQoqosho noKhenketho luxhasa ushishino lwempahla yokunxiba neyalukiweyo ngokwe- Zikolalo leeNkonzo Zempahla Yokunxiba Neyalukiweyo (i-Clotex).

I-Clotex inikezela ngezifundo zoqeqesho phantsi kwezihloko ezahluka-hlukeneyo kwakunye nobuchule obufunekayo kushishino lwempahla yokunxiba kunye neyalukiweyo, kwakunye nokufikelela kulwazi, kwimbonakalo yomthetho, kubunkunkqela bemali,kubunkunkqela bekhompyutha kwakunye nolwazi ngobugcisa.
ISebe linikezele ngenkxaso-mali kwi Clotex ukuze kubekho uMboniso weMpahla neMpahla eyolukiweyo, uMsebenzi ngeNgcebiso neNdibano kwakunye noqeqesho lwabasebenzi bokusika, bokwenza nokuhombisa.


IMIYALELO:

Ngolwazi oluthe vetshe qhagamshelana no

Shuray Bux
PO Box 979, Cape Town, 8000
Inombolo Yomnxeba: 021 483 4603
Inombolo Yefeksi: 021 483 46160
sbux@pgwc.gov.za

Okanye
Qhagamshelana ne: Clotex
15 Lower Hope St, Rosebank
Inombolo Yomnxeba: 021 686 0522
Inombolo Yefeksi: 021 686 0529

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Strategic Sector Support (Department of Economic Development and Tourism, Provincial Government of the Western Cape)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ulwazi Ngamacandelo oRhwebo (IiNkonzo)
* Industrial Development Corporation of South Africa (IDC) Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uMatshi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





