Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa iPAYE
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu - ingxowa-mali yomhlala-phantsi ehlawula ngonyaka
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Esi sicelo kufuneka sifakwe xa umntu efikelele kwiminyaka yobudala yomhlala-phantsi kwaye enqwenela ukuxhamla iinzuzo ezivuniweyo kwipolisi yomhlala-phantsi ehlawula ngonyaka.
Esi sicelo singenziwa naxa ilungu lifuna ukutshintshela iinzuzo zalo zengxowa-mali yomhlala-phantsi ehlawula ngonyaka lizise kwenye ingxowa-mali yomhlala-phantsi ehlawula ngonyaka.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Kufuneka le nkcazelo isisiseko yesicelo ukuze kuqhubekiswe isicelo sesikhokelo serhafu:
o ifani yomrhafi o oonobumba bokuqala bamagama omrhafi o umhla wokuzalwa womrhafi o inombolo ye-ID yomrhafi okanye enye inombolo eyodwa yokwazisa ngaye o uhlobo lwesicelo sesikhokelo serhafu o isizathu sesicelo sesikhokelo serhafu o i-adresi yendawo kunye nokhowudi yeposi yomrhafi o i-adresi yeposi kunye nekhowudi yeposi yeziko okanye yomqashi o umvuzo wonyaka womrhafi.
Eyona ndlela ilula kakhulu yokwenza isicelo sesikhokelo kukusifaka nge-eFiling. Isicelo sakho sesikhokelo esenziwe ngale ndlela sidla ngokuvunywa kwisithuba seeyure ezingama 48.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
