Ukuthumela iingxelo zeemali ezamkelwayo kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa kwiNgxowamali yeMbuyekezo
Ukuthumela iingxelo zeemali ezamkelwayo
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukuthumela iingxelo zeemali ezamkelwayo
Ukuthumela iingxelo zeemali ezamkelwayo, kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Imali eyingeniso yeNgxowa-mali yeMbuyekezo iqulethe ubukhulu becala iimali ezihlawulwe ngabaqeshi ababhaliswe ngokusemthethweni ngokweqondo lepesentenji okanye eqingqiweyo kwiimali eziyingeniso zonyaka zabaqeshwa babo.
UMthetho ubonelela isixa esincinane semali ezihlawulwe ngabaqeshi ukuqinisekisa ukuba intlawulo ayikho ngaphantsi kweendleko zolawulo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Buyisela ifom yeNgxowa-mali yeMbuyekezo apha:
Ngeposi:
Ngefeksi : 012 3199111
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Abaqeshi banikwa iinyanga ezintathu ukungenisa iifom zezitatimenti zengeniso kwiNgxowa-mali yeMbuyekezo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
ISebe lezeMisebenzi
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
