Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelene neentlawulo zelayisensi okanye umnyenyevu wokungabandakanywa kubhaliso
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ukuhlelwa ngokukhethekileyo kwemoto kuvumeleka kuhlobo oluthile lwemoto elenzan umsebenzi othile elingavamisanga ukuhamba endleleni kawonke-wonke.
Inqwelo erhuqwayo okanye itrekta ikhululiwe ekubhataleni indleko zephepha-mvume ukuba umnini wazo ungumlimi ngokunyanisekileyouzisebenzisela ulimo kuphela.Kuyafana naxa imoto yakhiwe ngokutsha okanye itshintshiwe ukuze isetyenzselwe ukhuphiswano okanye imiboniso.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
o incwadi yesazisi o isatifiketi sobhaliso lwemoto o incwadi yesigunyaziso ephuma kuLawulo Lomgangatho worhwebo eMzantsi Afrika o isatifiketi sokulungela ukuba sendleleni kwemoto.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ukuhlelwa okanye ukukhululwa ekubhaliseni kungathabatha malunga neveki ezintandathu.
Entla
Iindleko
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
