






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO |IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ubomi Bakho > Imfundo &amp; Noqeqesho > Imfundo Yasekhaya

IMFUNDO YASEKHAYA


Ukubhalisela Imfundo Yasekhaya (IiNkonzo)
Abazali abafuna ukubonelela abantwana babo ngemfundo yasekhaya kufuneka babhalise kwi- WCED. &nbsp;&gt;&nbsp;


Imigaqo Yemfundo Yasekhaya (IiNkonzo)
ISebe lezeMfundo leNtshona Koloni (iWCED) liyajongisisa ukuba abantwana ababhaliselwe imfundo yasekhaya benza umsebenzi ohambelana nezidingo zemfundo ngokuthiwa thaca leli sebe yaye bayavavanywa futhi bazuza iziphumo ezidingekayo kubantwana abakwelo banga. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 26 uEpreli 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





