Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisela irhafu yabaqeshwa iPAYE
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Isicelo sesikhokelo sokuxhuzula irhafu
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Ifom yokuthumela inkcazelo ngemiba ephangaleleyo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Kwiimeko apho intlawulo yomvuzo womqeshwa elinganiswa nonyaka ingange R2 000 okanye nangaphantsi, kwaye irhafu yomqeshwa ibe ayixhuzulwanga, kufuneka kunikwe i-IT3 (a) okanye uluhlu oludweliswe ngokoonobumba abalandelelanayo, oluchaza banzi ngale nkcazelo ilandelayo ngokuphathelelene nomntu othile:
oonobumba bokuqala bamagama kunye nefani okanye igama lokurhweba inombolo yokubhekisa yeRhafu yengeniso-mali (ukuba iyabandakanyeka)
inombolo yesazisi okanye inombolo yepaspoti i-adresi imali yentlawulo yomvuzo lithuba elingakanani eqashiwe, okanye umhla wolongezeleko i-IT3(a) iyakukhutshwa kwezi meko zilandelayo:
Ukubangaba intlawulo yomvuzo epheleleyo yomqeshwa okanye intlawulo yomvuzo elinganiswa nonyaka ingange R2 000 okanye nangaphezulu kwaye ayigqithi ngaphaya komda obekelwe irhafu. ukubangaba umqeshwa wayengaqashwanga ngumqashi omnye kunyaka werhafu opheleleyo, intlawulo yomvuzo efunyenweyo yexesha lerhafu mayilungelelaniswe ngokwalameneyo ukuze kukhangelwe ukuba ikhutshwe na i-IT3a.
MUSA ukuthumela inkcazelo ngokuphathelelene noku kulandelayo:
Iimali ezihlawulelwe iinkonzo ezinikwe ngabantu ngexesha abenza umsebenzi wabo wesiqhelo abawuqeqeshelweyo, umzekelo, oogqirha, amagqwetha, ii-advokheythi, abacwangcisi-mali kunye nabaphengululi beencwadi zemali.
Intlawulo yomvuzo okanye intlawulo yomvuzo elinganiswa nonyaka, engagqithiyo kwi R2 000 kunyaka werhafu.
ULudwe lweNkqubo B: Impahla ipropati, utyalo-mali, amalungelo kunye neemali ezihlawulwa ngenxa yokusebenzisa ilungelo elithile ifom ekuthiwa yi-IT3b
Nika iinkcukacha zemali ehlawuliweyo okanye engeniswe nguwe ngokuphathelelene nezi zinto zilandelayo:
inzala kwiimali-mboleko kunye neebhondi zokubambisa (ngaphandle kweemali-mboleko okanye iibhondi ezifanele ziye ebhankini)
inzala kwiingxowa-mali ezityalwe kuwe inzala kwii-debentures inzala kwii-akhawunti ezikhoyo zokugcina imali isahlulo kwizabelo irenti ehlawulwe nguwe njengomntu oqeshe indawo okanye eqokelelwe nguwe njenge-eyijenti imali ehlawulelwe ukuxhamla ilungelo lempahla (lepropati)
iimali ezihlawulwa ngenxa yokusebenzisa ilungelo elithile (ii-royalties) okanye iimali ezihlawulwa ngenxa yokusebenzisa uqambo, uyilo, igama nophawu okanye ilungelo lokushicilela nokuthengisa okanye ukukhuphela ulwazi olwayamene noqambo eMzantsi Afrika.
Nika ezi nkcukacha zilandelayo ngokuphathelelene nokuchithwa kwee-units okanye ukuchithwa kwesixhobo semali egameni lo mntu:
ingeniso efunyenweyo iyonke kwakube kuchithiwe ingeniso eseleyo okanye ilahleko ngokuphathelelene nokuchithwa.
ULudwe lweNkqubo D: Imveliso yasefama, amaplanga okwakha, imfuyo, iintsimbi ezikrwada, izimbiwa, amatye anqabileyo kunye neebhonasi ezihlawulwe kumalungu eenkampani namaqumrhu amanyeneyo ifom ekuthiwa yi-IT3e
Nika iinkcukacha zezi zinto zilandelayo:
Zonke iimveliso zasefama, amaplanga okwakha, imfuyo, iintsimbi ezikrwada, izimbiwa, okanye amatye anqabileyo afunyenwe nguwe ngokuwathenga, unaniselwano okanye ukutshintshiselana (MUSA ukuzifaka iintengo kubathengisi abaneelayisensi).
Iibhonasi ezihlawulwe amalungu eenkampani namaqumrhu asebenzisanayo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha elisisigxina.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
