﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Imiba > Ukunikezelwa Kweziqinisekiso Namaphepha-mvume > Sebenza & Ufunde

SEBENZA & UFUNDE


IMvume Yokufunda, Eyokuphangela Nezinye Iintlobo Zemvume (IiNkonzo)
Phambi kokuba ungene eMzantsi Afrika, kufuneka ube nencwadana yokundwendwela yexeshana). Kwizibuko lokungena, incwadana leyo iya kuthathwa ze wena unikwe iphepha-mvume lokuhlala kweli ixeshana elixela ukuba unokuhlala ixesha elingakanani yaye ngasiphi na isizathu. Kufuneka ufake izicelo ezixela izizathu zondwendwe lwakho, phambi kokuba uze kweli lizwe. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 2 uEpreli 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





