Ukuxela ubugebenga
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
IZiko le 10111 kunye naMapolisa afika Ngoko Nangok
Ukuxela ubugebenga
Ukuxela umntu olahlekileyo
Ukunika ingxelo ngezenzo zobugebenga ungazichazang
Faka isaziso ngokubhubha
Amaziko okuNqanda uBugebenga e 08600 10 111
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukujongana nomthetho
Ukuxela ukuxhatshazwa okanye ukuphathwa kakubi kom
Ukuxela ubugebenga
Ukuxela ubugebenga kwiNkonzo yaMapolisa aseMzantsi Afrika
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Le nkonzo inikwa nabanina olixhoba lobugebenga.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Xa umntu ethe walixhoba lobugebenga, anganxulumana namapolisa ngokutsalela umnxeba kwinombolo ethi 10111 okanye angaya kwisikhululo samapolisa esikufuphi kuye (jonga icandelo elithi: iinkcukacha zonxulumano) ukuze axele ngobu bugebenga.
Ummangali kufuneka aqinisekise ukuba uyayigcina le nombolo ye-CAS ukuze abhekise kuyo xa kwixesha elizayo ebuzisa malunga neli tyala lobugebenga.
Idokethi eligqityiweyo linikwa umcuphi wamapolisa oyakuqhuba uphando.Yonke imibuzo ingabhekiswa kulo mcuphi.
Umcuphi uyakwazisa ummangali ukuba aye ninina enkundleni.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
