Isicelo sokunikwa enye ilayisensi yomqhubi xa obunayo ilahlekile okanye ibiwe
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Isicelo sepemethe yomqhubi yoqeqesho lobuchule
Isicelo selayisensi yomqhubi
Ukuvuselela ilayisensi yomqhubi
Isicelo sokunikwa enye ilayisensi yomqhubi xa obun
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sokunikwa enye ilayisensi yomqhubi xa obun
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Olu ncedo lolwabaqhubi abanelungelo lokuqhuba, abalahlekelwe ngamaphepha-mvume abo okuqhuba. Ukubuyisela iphepha-mvume elilahlekileyo okanye elonakeleyo yiya kwi ofisi yamagosa endlela ekufuphi nawe.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Yiya kwi ofisi yamagosa endlela ekufuphi nawe.
o incwadi yesazisi okanye incwadi yokundwendwela o i-ifoto ezimbini zencwadi yesazisi ezimnyama namhlophe
Bhatala imali ebekiweyo
Kuza kwenziwa uvavanyo lwamehlo kushicilelwe neminwe.
Ungasenza nesicelo sephepha-mvume lethutyana.ezelelweyo uzise nenye ifoto emnyama namhlophe.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ilayisensi yakho yokuqhuba kufanele ilunge kwisithuba seeveki ezine ukuya kwezintandathu.
Ilayisensi yomqhubi yexeshana ikhutshwa ngoko nangoko.
Entla
Iindleko
Mpumalanga
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
