Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama okanye ukutya kwezilwanyana zobuhlobo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa izityalo ezibulalala iintsholo
Isicelo sokuhlaziya ukubhalisa izityalo ezibulalal
Yenza isicelo sokuvuselela okanye sokucima ukubhal
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama okanye ukutya
Isicelo sokubhalisa amayeza ezolimo
Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyez
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama okanye ukutya
Yenza isicelo sokuvuselela okanye sokucima ubhaliso lokutya kwemfuyo yasefama okanye lokutya kweqabane elisisilwanyana
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ukuvuselelwa kobhaliso kuyakwenziwa xa ngaba ngexesha lokubhaliswa okanye lokuvuselelwa kobhaliso kwenzeka ezi zinto zilandelayo:
izinto eziqulathwe koku kutya kwemfuyo yasefama kubandakanyekayo azohlukanga kweziya sele zibhalisiwe iinkcukacha kunye namagama asetyenzisiweyo avunyiweyo wemibhalo yokuphawula okuqulathiweyo okanye inkonkxa akayi kutshintshwa ngaphandle kokuba kuqale kufunyanwe imvume ebhaliweyo esuka kuMphathi woBhaliso (Registrar)
imiqathango ebekwe ngexesha lobhaliso iyalandelwa ubhaliso olubandakanyekayo aluyi kugqithiselwa ubungakanani beebhegi neenkonkxa abunakuguqulwa ngaphandle kokuba kuqale kufunyanwe imvume ebhaliweyo esuka kuMphathi woBhaliso.
Qho ngonyaka, i-ofisi yoMphathi woBhaliso ikhupha iincwadi ezihamba neefom zezicelo eziya kubantu ababhalisiweyo, ezimalunga nokuvuselelwa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Uvuselelo:
Ukucima:
Iinkcukacha zomenzi-sicelo:
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Uvuselelo lwenziwa kwakufunyanwa intlawulo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
