Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyeza lezolimo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa izityalo ezibulalala iintsholo
Isicelo sokuhlaziya ukubhalisa izityalo ezibulalal
Yenza isicelo sokuvuselela okanye sokucima ukubhal
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama
Isicelo sokubhalisa ukutya kwasefama okanye ukutya
Isicelo sokubhalisa amayeza ezolimo
Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyez
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyez
Isicelo sokuhlaziya okanye ukucima ubhaliso lweyeza lezolimo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Minyaka le iofisi yoMbhalisi ithumela iileta malunga nohlaziyo neefomu zesicelo kubo bonke abanobhaliso.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Uhlaziyo:
o zalisa ifomu yesicelo (form A) ngeekopi ezintathu uze ubhale ngokwahlukanisa oonobumba ubhale ngoonobumba abakhulu kuphela o thumela kuMbhalisi: Act 36 of 1947 (UmThetho 36 wowe- 1947)
Ukucima:
o zalisa iFomu B ngeekopi ezintathu uze ubhale ngokwahlukanisa oonobumba usebenzisa oonobumba abakhulu o thumela isiqinisekiso setsusa sokubhalisa
Iinkcukacha zomenzi wesicelo:
o zalisa iFomu C ukuhlaziya irekhodi yombhalisi yeenkcukacha zonxibelelwano, umzkl, idilesi, inombolo yefowuni, nomntu woqhagamshelwano.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Uhlaziyo lwenziwa xa kufunyenwe intlawulo.
Entla
Iindleko
Entla
Minyaka le iofisi yoMbhalisi ithumela iileta malunga nohlaziyo neefomu zesicelo kubo bonke abanobhaliso.
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
