Ukuvuselela ilayisensi yomqhubi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo selayisensi yomqhubi yexeshana
Isicelo sepemethe yomqhubi yoqeqesho lobuchule
Isicelo selayisensi yomqhubi
Ukuvuselela ilayisensi yomqhubi
Isicelo sokunikwa enye ilayisensi yomqhubi xa obun
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukuvuselela ilayisensi yomqhubi
Uhlaziyo lwephepha-mvume lokuqhuba
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ikhadi lakho lephepha-mvume lokuqhuba lisemthethweni kanga ngeminyaka emihlanu ukusesela ngosuku eyakhutshwa ngalo, kufuneka ihlaziywe emva kweli xesha. Nangona usuku lokuphelelwa lephepha-mvume libhaliwe kwalapha kulo iasziso sokuphelelwa kwalo siza kuthunyelwa ngeposi.
Ungalihlaziya iphepha-mvume lakho nokuba kunini ngaphambi kokuba liphelelwe lixesha. Iphepha-mvume elitsha lizakuba semthethweni iminyaka emihlanu ukususela ngosuku lohlaziyo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Ungahlaziya iphepha-mvume lokuqhuba nakuyiphi na indawo yovavanyo apha eMzantsi Afrika, kodwa kuyakufuneka ulilande ikhadi kwakulondawo yovavanyo olihlaziye kuyo.
o incwadi yesazisi (ID), Incwadi yethutyana yesazisi, ikhadi elidala lephepha-mvume lokuqhuba okanye incwadi yoku ndwendwela esemthethweni yase Mzantsi Afrika o ifoto zesazisi ezimbini ezimnyama namhlophe o indleko zesicelo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iphepha-mvume elitsha lizakuba selilungile emva kweveki ezine ukuya kwezintandathu.
Entla
Iindleko iPhondo
Mpumalanga
Entla
Ifomu lesicelo sohlaziyo lephepha-mvume lokuqhuba, DL1
Ifomu liyafumaneka endaweni yokuvavanyelwa ukuqhuba.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
