Isicelo sokubhalisa ilungelo lokuvelisa nokuqamba
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokuvelisa nokuqamba
Isicelo sokubhalisa uphawu
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokukhusela umsebenzi
Isicelo sokubhalisa uyilo
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Impahla nezinto eziyimveliso yengqondo
Ukubhalisa impahla nezinto eziyimveliso yengqondo
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokuvelisa nokuqamba
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokuvelisa nokuqamba
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ilungelo lokuvelisa nokuqamba ekuthiwa yi-patent lilungelo elikhethekileyo elinikwayo ngenxa yokuvelisa nokuqamba into ethile. Olo veliso noqambo kufuneka lubeyimveliso okanye inkqubo ezisa indlela entsha yokwenza izinto, okanye enika isisombululo esitsha sobuchule kwingxaki ethile.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Nxulumana noMphathi woBhaliso lwaMalungelo okuVelisa nokuQamba (Patents Registrar) kwiSebe lezoRhwebo naMashishini kwaye ukhangele ukuba akukho lungelo lokuvelisa nokuqamba esele likhona na.
Fumana iifom eziyimfuneko zesicelo (ngaphandle kwentlawulo) kwi-ofisi yoMphathi woBhaliso lwaMalungelo okuVelisa nokuQamba.
Hambisa ikopi eqinisekisiweyo yencwadi yakho yesazisi.
Faka isicelo sokubambisa kwifom efanelekileyo- oku kungenziwa ngumenzi-sicelo encediswa ligqwetha okanye engancediswa ligqwetha.
Faka isicelo esipheleleyo - oku kufuneka kwenziwe ngokuncediswa ligqwetha lamalungelo okuvelisa nokuqamba.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ilungelo lokubambisa lokuvelisa nokuqamba lithabatha iinyanga ezimbini ukuze libhaliswe.
Isicelo esipheleleyo sithabatha malunga neenyanga ezintandathu ukuze sigqitywe .
Entla
Iindleko
R60, yelungelo lokubambisa lokuvelisa nokuqamba
R266, yelungelo elipheleleyo lokuvelisa nokuqamba
Entla
Entla
Ifowuni:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
