Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukurhafisa
Isicelo sokubhalisela ukubangumrhafi okanye ukuguqula iinkcukacha ezibhaliselwe irhafu yengeniso-mali
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Xa idilesi yomntu itshintshile emva kokubhaliswa kwi-SARS njengomrhafi, makanike i-SARS iinkcukacha zedilesi entsha kwisithuba seentsuku ezingama- 60 ukusukela kumhla wokutshintsha.
Nayo iNcwadi yokuBuyisa yeRhafu yeNgeniso (Income Tax Return) esiwa kwi-SARS qho ngonyaka iya kulungiselela ukuxelwa koguquko lwedilesi, iinkcukacha zebhanki kunye nezinye iinkcukacha zobuqu. Isininzi sezaziso neencwadi zokubuyisa ze-SARS ziyawenza amalungiselelo okuxelwa kotshintsho lweenkcukacha zedilesi. Ezo nguqu ziya kulungiswa kwinkqubo ebandakanyekayo ye-SARS xa isaziso okanye incwadi yokubuyisa zizokufakwa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Qinisekisa ukuba inkcazelo ngobuqu bakho njengoko ibonisiwe kwizaziso okanye kwiincwadi zokubuyisa ezamkelwa yi-SARS, ichanekile. Ukubangaba inkcazelo iboniswe ngokungachanekanga, phawula inkcazelo echanekileyo kwisaziso okanye kwincwadi yokubuyisa ebandakanyekayo phambi kokuba uyithumele kwi-SARS.
Faka iinguqu kwiinkcukacha zobuqu okanye kwiidilesi ngezi ndlela zilandelayo:
o thumela isicelo sokwenza iinguqu kwi-ofisi yesebe le-SARS ekufuphi kuwe o yenza izicelo ngokutsalela umnxeba kwiZiko lokuTsalela uMnxeba le-SARS ebandakanyekayo o thumela ifeksi kumaZiko okuTsalela uMnxeba eSARS ebandakanyekayo okanye kwi-ofisi yesebe le-SARS ekufuphi kuwe.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha elisisigxina.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
