Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo senkcazelo ekwiziko lobhaliso lwezigqibo z
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Indawo yokuhlala
Lobhaliso lwezigqibo zasemthethweni
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Inkcazelo ephathelelene nobhaliso lwepropati engashukumiyo, efana nale ilandelayo:
o amagama, iinkcukacha zokuzazisa kunye nobume bomtshato babanikazi ababhalisileyo o amanani emiyalelo yenkundla yokuthintela izenzo ezithile efakelwe abantu kunye nepropati o iinkcukacha zokutshintshelwa kwepropati, kubandakanywa imihla yobhaliso kunye namaxabiso okuthenga o iinkcukacha zobambiso ngepropati njengesetyhorithi yemali-mboleko, kubandakanywa amagama wabantu ababambise ngeepropati njengesetyhorithi yemali-mboleko kunye neemali eziyinkunzi
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Uyakunikwa igama lomsebenzisi. Eli gama iyakuba yinombolo yakho ye-akhawunti yazo zonke iinjongo zezemali. Kwakhona, uyakunikwa igama eliyimfihlo lokungena (oko kukuthi igama elithi "password") ekufuneka emva koko ulitshintshe kwamsinyane kangangoko unako.
Hlawula imali yokubhalisa. Imiyalelo yebhanki kunye neenkcukacha ziyabonakala kwi-website.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Wakube ubhalisiwe, inkcazelo ifumaneka kwangoko.
Entla
Iindleko
Intlawulo yobhaliso: R240
Intlawulo yokulawula le nkqubo ngenyanga: R10
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
ISebe lezeMihlaba
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
