Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa iyuniyoni yabasebenzi isicelo sokubhalisa njengebhunga leengxoxo
Isicelo sokubhalisa imanyano yamabhunga
Isicelo sokuseka iqonga lasemsebenzini
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Iimanyano zabasebenzi kunye nemibutho yabaqashi
Inkcazelo
Iyuniyoni ngumbutho wabasebenzi ophakamisa kwaye okhusela iminqweno yamalungu ayo kwimibandela efana nemivuzo kunye neemeko zokusebenza, ngakumbi ngokothetha-thethwano nabaqeshi.
Iikopi ezintathu ezishicilelweyo zomgaqo-siseko weyuniyoni
Uluhlu oluneenkcukacha zamagosa eyuniyoni, oluchaza izikhundla zabo okanye imisebenzi abayenzayo.
Ikopi nganye yomgaqo-siseko mayisayinwe nguNobhala nanguMhlali-Ngaphambili, bezivuma ukuba ziikopi zokwenyani.
Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, yiya kwiSebe leZabasebenzi.
Inkqubo emayilandelwe
Zalisa iikopi ezimbini zefom yesicelo.
Faka iikopi ezintathu zomgaqo-siseko weyuniyoni (iincwadi ezintlanu zizonke) kwifom yesicelo eya kuthunyelwa kuMphathi woBhaliso (Registrar).
Ikopi nganye yomgaqo-siseko mayisayinwe nguNobhala nanguMhlali-Ngaphambili, bezivuma ukuba ziikopi zokwenyani.
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko Le nkonzo ayihlawulelwa.
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
