






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ubugcisa Nenkcubeko > Iindawo Nezixhobo zeNkcubeko > Ukuqeshisa Amaziko Enkcubeko

Ukuqeshisa Amaziko Enkcubeko




INKCAZELO:

Asixhenxe amaziko enkcubeko avulelekileyo ukuze asetyenziswe yimibutho aaqumrhu anikezela ngeenkonzo zemfundo kwikcubeko. La maziko enkcubeko anikezela ngendawo yokuhlala kwakunye nezixhobo zokubambela iingqungquthela.




iMephu Yamaziko Enkcubeko aseNtshona Koloni


Onke ke la maziko abekwe kwiingingqi ezinomtsalane eluntwini.

Avuleleke kumaqela abantu abangamashumi amane nangaphezulu kwaye kudingeka nemali esisiqinisekiso sale ngqesho.

Izicelo zokuqesha ngeempelaveki zingooLwezihlanu ngentsimbi yesine malanga ukuya ngeeCawe ngentsimbi yesibini emva kwemini. La maziko awafumaneka ngamaxesha athile apha kwiimpelaveki, kuquka ke nooLwezihlanu.
La maziko enkcubeko, kuquka iindawo, iinkcukacha zokugcinwa kwalawo aqeshiweyo kwakunye namaxabiso adweliswe kule tafile.










Enye iHolo: Abantu Abanokungena
0
0
40
220
40
0
0

Umabonakude
1
1
1
1
1
1
1

VCR
1
1
1
1
1
1
1

Umfanekiso wephulo
0
0
0
1
1
1
1

iNkqubo Yokwenza Intetho Kuluntu
0
0
0
1
0
1
0

Iziko
1
1
1
1
1
0
0

Ukufikelela Kumaza Omnxeba Wesinqe
Ewe
Ewe
Ewe
Yes
Ewe
/
Ewe

Ukufikelela Emlanjeni
Yes
/
/
Yes
Yes
Yes
/

Iintaba
/
/
/
Ewe
/
Ewe
/

Ukufikelela Elwandle
/
Ewe
Ewe
/
/
/
/

iFynbos kunye nendalo
/
Yes
Ewe
Yes
Ewe
Ewe
/

Isitiya Samachiza
Yes
/
/
/
/
/
/

Inani Leendawo Zokuhlambela
0
7
8
28
12
16
19

Inani Leebhafu
0
2
0
0
3
2
3

Inani Lezindlu Zangasese
3
10
8
28
14
15
20

Kitchen
1
1
1
2
2
1
1

Istovu
1
1
1
2
2
1
1

iOven
1
1
1
2
2
1
1

iMicrowave
1
1
1
1
1
1
1

Iisinki
1
2
2
2
2
2
2

iScullery
0
1
1
1
1
1
0

Isikhenkcisi
1
1
1
2
1
1
1

Isikhenkcisi
1
1
1
3
2
1
1

Igumbi Elibandayo
0
1
1
1
1
0
0

Izixhobo Zasekhitshini (iseti)
/
Ewe
Yes
Ewe
Ewe
Yes
Ewe

Inani Leetafile
8
24
16
20
15
15
10

Izitulo Zeplastiki
0
80
120
400
120
180
200

Izitulo Zokuphumla
20
0
200
40
0
0
0

Igumbi Leentlanganiso
1
1
1
1
1
0
0

Indawo Yokuhlala Yomphathi
1
1
0
1
1
0
1

Indawo Yokuhlala Yabasebenzi
1
3
0
3
4
3
2

Ezinye Iindawo Zokuhlala
0
0
0
1
1
0
0

Iinkundla Zomdlalo Webhola Yentenetya
/
/
/
/
Ewe
/
/



IMIYALELO:

Ukuze ube nokufaka isicelo sokuqesha iziko lenkcubeko, qhagamshelana:

noG Steyn
oyiNtloko: Yecandelo Leenkonzo Zenkcubeko, eNtshona Koloni
Private Bag X9067, eKapa, 8000
Inombolo Yomnxeba: 021 483 9727
Inombolo Yefeksi: 021 483 9673
gsteyn@pgwc.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Inkcubeko Nobutyebi Bendalo (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)


IXABISO:

Intlawulo iphakathi kwama-R26 nama-R30 umntu ngamnye ngobusuku apha ku-2006.




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Amazko Alondoloza Imbali (IiNkonzo)
* Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni (IiNkonzo)
* Amaziko Okutyela Iiholide Kwaneendawo Zokukampa (IBakala Lezxhobo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 30 uAgasti 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





