Ubhaliso lweziko lokuthesta iilayisensi zokuqhuba
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ubhaliso lweziko lokuthesta iilayisensi zokuqhuba
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Uthutho
Bhalisa imisebenzi okanye iinkonzo zothutho
Ubhaliso lweziko lokuthesta iilayisensi zokuqhuba
Isicelo sokubhalisa iziko lovavanyela amaphepha-mvume okuqhuba imoto.
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Isicelo sokubhalisa iziko lokuvavanyela amaphepha-mvume okuqhuba masenziwe kumafomu esicelo amisiweyo.Njengenxalenye yokuphononongwa kwesicelo kulindeleke ukuba uchaze abameli babalawuli nabavavanyi bamaphepha-mvume okuqhuba.
Xa inkulu mbuso yanelisekile lucwaningo uza kulinika umgangatho iziko lovavanyo, agcine ikcukacha kwincwadi yokubhalisa yamaziko okuvavanyela phepha-mvume lokuqhuba akhuphele umceli isatifiketi sobhaliso.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Qhakamshelana neCandelo lezoThutho lephondo.
o iincwadi zezazisi zabalawuli beziko lovavanyo lokuqhuba (kuquka abavavanyi bamaphepha-mvume)
o isatifiketi sokubhaliswa kweshishini.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha iinyanga ezintandathu ukubhalisa iziko lovavanyo.
Entla
Iindleko iPhondo
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Ifomu lesicelo sokubhalisa indawo yokuqeqesha abaqhubi (DTC), liyafumaneka kwiCandelo lezoThutho yePhondo.
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
