Isicelo sobhaliso lwesikhululo sokuthesta izithuthi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ubhaliso lweziko lokuthesta iilayisensi zokuqhuba
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Uthutho
Bhalisa imisebenzi okanye iinkonzo zothutho
Isicelo sobhaliso lwesikhululo sovavanyo lwemoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Isikhululo sovavanyo lwemoto liziko elivavanya iimoto likhuphe isatifiketi sokulungela ukuhamba endleleni.Kukhona izikhululo zovavanyo lwemoto ezizimeleyo nezikarhulumente. Zonke izikhululo zovavanyo lwemoto kufuneka zibhaliswe, zinikwe izinga lokusebenza ngaphambi kokuba zikhuphe isatifiketi sokulungela ukuhamba endlelen. Lisakufumana isicelo iCandelo lezoThutho lizakuthumela umhloli ayokujongisisa ukuba isikhululo sovavanyo abone ukuba siyilandele imithetho yobugcisa obubeka isikhululo emgangathweni wobhaliso obekwe yingqokelela yemithetho Yolawulo loMgangatho yase Mzantsi Afrika (SABS).
Ukuphumelelangobugcisa kubhekiselele ezintweni zokusebenza zesikhululo sovavanyo noqeqesho abalugqibileyo abavavanyi bemoto.
Izikhululo zovavanyo ezibhalisiweyo zingavavanya kuphela iimoto ngokomgangatho wesikhululo eso.
Ukubhalisa isikhululo esizimeleyo sovavanyo lwemoto, dibana ne ofisi lamagosa endlela ekufutshane ufumane ulwazi oluphangalele.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Thumela incwadi yakho yesaziso neyomntu omele abalawuli xa isicelo usenzela isikhululo sovavanyo.
Kungafuneka uthumele amanye amaxwebhu afunwa yiNkulu Mbuso (MEC).
Bhatala imali ebekiweyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
IKungathabatha iinyanga ezintandathu ukuphonononga isicelo.
Entla
Iindleko
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Ifomu lesicelo sokubhaliswa kwesikhululo sovavanyo, i-TS1 liyafumaneka kwiCandelo lezoThutho lwephondo.
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
