Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
INcwadi yokubuyisa yokuhlawula irhafu yokubambisa
INcwadi yokuBuyisa yentlawulo yesibini yerhafu yok
Yenza amalungiselelo okuhlawula irhafu ekufanele u
Intlawulo yerhafu yokubambisa
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu intlawulo yomvuzo womq
Isicelo sesikhokelo serhafu ukuxhuzulwa ngepesent
Isicelo sesikhokelo serhafu Iimali zesisa
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukurhafisa
Isicelo sokubhalisela ukubangumhlawuli werhafu yokubambisa
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Umhlawuli werhafu yokubambisa angachazwa ngolu hlobo lulandelayo:
Xa inkampani ingakhange yayifumana irhafu yabasebenzi kumqondisi, akanakuzithathela ingqalelo iintlawulo zerhafu zabo basebenzi xa equlungqa imfaneleko yoxanduva lokuhlawula irhafu yokubambisa.
Umntu ofaneleka ukuba ahlawule irhafu yokubambisa kufuneka, kwisithuba seentsuku ezingama 30 zokungena kolo xanduva lokufaneleka, enze isicelo esibhaliweyo sokubhaliswa kwi-ofisi yebhrentshi ye-SARS ekwindawo ahlala kuyo. Ukungaphumeleli ukwenza njalo kungakhokelela kwinzala nezohlwayo kwiintlawulo ezifike emva kwexesha kunye nerhafu eyongezelelweyo ngenxa yokuthumela kade iifom zokubuyisa zerhafu.
Akukho mfuneko yokuba aba bantu balandelayo bahlawule irhafu yokubambisa:
nawuphina umntu ofumana ingeniso-mali emvuzweni kuphela nawuphina umntu onengeniso-mali engadlulanga kwisiqingqo somda wokurhafa, esiyi R43 000 kubantu abaneminyaka engaphantsi kwe 65 ubudala, ne R69 000 kubantu abangaphezulu kwama 65 iminyaka yobudala nawuphina umntu, ngaphandle kwengeniso-mali evela kutyalo-mali, ofumana ingeniso-mali yotyalo-mali engagqithanga kwi R18 000 kubantu abangaphantsi kwama 65 eminyaka yobudala, okanye i R26 000 kubantu abangaphezulu kwama 65 eminyaka yobudala. Iinzala nezahlulo zakumazwe angaphandle zinikwa umnyenyevu wokungahlawuli ofika nje kwi R3 000 yomnyenyevu opheleleyo nawuphina umntu oneminyaka engama 65 okanye nangaphezulu ubudala, akukho mfuneko yokuba ahlawule irhafu yokubambisa ukubangaba:
Ingeniso-mali erhafelwayo kunyaka werhafu ayidluli kwi R80 000 kwaye ibandakanya intlawulo yomvuzo, ipenshele, inzala, izahlulo okanye ingeniso-mali yerenti, kwaye
Akaqhubi shishini lithile.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha liqingqwayo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Isicelo masithunyelwe ngokohlobo lwencwadi ebhaliweyo.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
