Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Abantu okanye imibutho inelungelo lokwenza isicelo se namba pleyiti yesimntwiso xa befuna ukusebenzisa amagama abo okanye awemibutho njengamanani okubhaliswa kwemoto. Eli nani limntwisiweyo libonakaliswa ngendlela efanayo nenani lobhaliso lwemoto lesiqhelo. Inani liba yimpahla yomntu inamba pleyiti ebhaliswe ngaye.
Inamba pleyiti ebhaliswe ngegama lomntu okanye le nkampani kufuneka ilandele yonke imiqathango elandelwa xa kubhaliswa inamba pleyiti yesiqhelo (umzekelo kufuneka ibe nelogo yephondo).
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Dibana neofiso yamagosa endlela ekufutshane.
Khupha ikopi eqinisekisiwe yencwadi yesazisi nesatifiketi sobhaliso semoto.
Bhatala imali ebekiweyo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko iPhondo
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Dibana neofiso yamagosa endlela ekufutshane.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
