Isicelo selayisensi yesithuthi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo selayisensi yesithuthi
Isicelo sephepha-mvume lemoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Imoto iphephamvume layo ebelimisiwe,ikhutshiwe ezincwadini, zobhaliso, ibiwe, okanye yakhiwe ngokutsha noba itshintshiwe, ifuna ukwenzelwa iphepha-mvume elitsha. Le meko iyafana naxa butshintsha ubunini moto okanye imoto ifunyanwa ezintweni zomntu oswelekileyo.
Iphepha-mvume lemoto iphelelwa lixesha emva kwee nyanga ezilishumi elinesibini.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Dibana ne ofisi yamagosa endlela ekufutshane nawe.
Gcwalisa ifomu lesicelo e ofisini yamagosa endlela.
Nikezela:
o incwadi yesaziso eyamkelekileyo o isatifiketi sokulungela ukubasendleleni semoto esifumaneka esikhululweni sovavanyo lwemoto o isitifiketi Sokususa ukuThandabuzeka wemoto saMapolisa aseMzantsi Afrika ( kwi meko yemoto ezebiweyo okanye ezakhiwe ngokutsha)
o ileta egunyazisayo ephuma eOfisini eLawula Umgangatho woRhwebelwano eMzantsi Afrika SABS (ezimotweni ezitshintshiweyo okanye ezenziwe ngokutsha)
o isatifiketi sokufa sikamfi (xa siyimfuneko)
Bhatala imali emisiweyo.
Qaphela: Izikweleti zemoto enephepha-mvume eliphelelwe lixesha engekavuselelwa, kufuneka zibhatelwe.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo siqulunqwa kwa ngolo suku lwesicelo.
Entla
Iindleko
Intlawulo yokwenza isicelo
Mpumalanga
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
