Isicelo sokubhalisa uyilo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokuvelisa nokuqamba
Isicelo sokubhalisa uphawu
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokukhusela umsebenzi
Isicelo sokubhalisa uyilo
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Impahla nezinto eziyimveliso yengqondo
Ukubhalisa impahla nezinto eziyimveliso yengqondo
Isicelo sokubhalisa uyilo
Isicelo sokubhalisa uyilo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ngokusisiseko "uyilo" ("design") lumalunga nokwakheka nokubumbeka kunye neempawu ezinomtsalane emehlweni. Ezinye iintlobo zoyilo (design) zibaluyilo ngenxa yomsebenzi wazo kwaye ezinye zibanjalo ngenxa yobuhle nembonakalo yobuhle.
Zimbini iintlobo zoyilo ezingabhaliswa, kodwa ke xangaba zifezekisa iimfuno ezichazwe apha ngezantsi:
Uyilo oluphenjelelwa bubuhle nembonakalo yobuhle kufuneka into ibentsha kwaye ibeluqobo lwayo lwemveli;
ibenobuhle ekwakhekeni nasekubunjweni, kwingqaleko okanye ekuhonjisweni; kwaye kufuneka ikwazi ukuveliswa yinkqubo yamashishini.
Uyilo oluphenjelelwa ngumsebenzi wento kufanele into ibentsha kwaye ingabiyonto eqhelekileyo;
Nangona nje kungesosinyanzelo ukufunisa ukuze kukhangelwe uqobo lwemveli yoyilo okanye ukuze kuqinisekiswe ukuba olu yilo okanye uyilo olufana nolu aluzange lwabhaliswa na ngaphambili, kulicebo elihle ukwenza njalo phambi kokufaka isicelo sobhaliso. Kungafuniswa ngoyilo kwi-Ofisi yoBhaliso loYilo (Design Registry Office) e-Pretoria. Oku kufunisa kufuneka kwenziwe ngumntu ubuqu bakhe okanye ngumnxulumanisi (yi-eyijenti), ofana negqwetha lamalungelo okuvelisa nokuqamba.
Uyilo luyavuselelwa qho emva kweminyaka emithathu.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Nxulumana neSebe lezoRhwebo naMashishini.
Thumela ikopi eqinisekisiweyo yencwadi yakho yesazisi.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Ifowuni:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
