Isicelo sokubhalisa ilungelo lokukhusela umsebenzi owenzileyo (i-copyright)
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokuvelisa nokuqamba
Isicelo sokubhalisa uphawu
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokukhusela umsebenzi
Isicelo sokubhalisa uyilo
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Impahla nezinto eziyimveliso yengqondo
Ukubhalisa impahla nezinto eziyimveliso yengqondo
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokukhusela umsebenzi
Isicelo sokubhalisa ilungelo lokukhusela umsebenzi owenzileyo (i-copyright)
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ilungelo lokukhusela umsebenzi othile owenzileyo (i-copyright), lilungelo lokukhusela umsebenzi othile umntu awenzileyo, ongaba ngumsebenzi obhaliweyo kunye nomsebenzi oluqobo lwemvelaphi yawo, iinkqubo zeekhpmpiyutha, imisebenzi yobugcisa, izinto nezixhobo zosasazo, umculo, imiboniso-bhanyabhanya (iifilimu) okanye iividiyo.
Eli gama lithi "Protect" ("khusela") lithetha ukunqanda abanye bangakwazi ukukopa okanye ukuvelisa ngokutsha umsebenzi okwafana naloo msebenzi uwenzileyo okanye loo nto uyenzileyo, kunye nokuwusebenzisa (ngaphandle kwemvume yakho) ukuze bazalisekise iinjongo zokuzizuzela imali. UMthetho waMalungelo okuKhusela iMisebenzi ethile eyenziweyo (Copyright Act, 1978) unika imiyalelo ye-copyright.
Ngokubanzi, umntu obhale, oshicilele, opapashe, obonise ngokomdlalo, oqingqe, ozobe, ofote okanye ofake kwiingxelo zokugcina, umsebenzi othile, ungumnikazi welungelo lokukhusela loo msebenzi (copyright), ngokuzenzekelayo. Nangona kunjalo, ngamanye amaxesha, xa umntu eyalelwe ukuba enze umsebenzi othile, kwaye ehlawulwe ukuze enze umsebenzi othile, ilungelo lokukhusela loo msebenzi iba lelomqashi.
Kwimisebenzi emininzi,(ngaphandle kwemiboniso-bhanyabhanya), akuyomfuneko ukwenza isicelo selungelo lokukhusela umsebenzi (i-copyright).
Ilungelo lokukhusela umsebenzi othile owenzileyo malunga nemiboniso-bhanyabhanya okanye iividiyo, ezenzelwe ukusetyenziselwa urhwebo, kufuneka lenzelwe isicelo ngokugunyazisiweyo, ngokwale miqulu ilandelayo, efumaneka ngaphandle kwentlawulo kwi-Ofisi yaMalungelo okuKhusela iMisebenzi ethile eyenziweyo (Copyright Office):
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Nxulumana neSebe lezoRhwebo naMashishini.
Incwadi yaMandla eGqwetha, ukubangaba kusetyenziswe iinkonzo zegqwetha
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Emva kwethuba leenyanga ezintandathu, kwenziwa izintoyinto ezigunyazisiweyo zeemviwo ezigunyazisiweyo, kwaye ilungelo lokukhusela umsebenzi othile owenzileyo (i-copyright) lidla ngokunikwa kwinyanga yesixhenxe.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Ifowuni:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
