Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubhalisa iziko labucala lemfundo noqeqe
Isicelo sokubeka igama lequmrhu elingavulelekanga
Isaziso solungiso kwisitetimenti sokuseka iqumrhu
Isicelo sokulungisa inkcazelo yequmrhu
Isicelo sokubhalisa inkampani enobutyebi bezinto k
Isicelo sokubhalisa inkampani yelizwe langaphandle
Isicelo sokubuyisela ubhaliso lwequmrhu elingavule
Isicelo sokubhalisa inkampani yoluntu
Maqumrhu okuKhusela uMlilo
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ukuqalisa umbutho okanye ishishini
Ukubhalisa ishishini
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Nangona nje uMthetho weeNkampani (Companies Act, 1973), umisela iintlanganiso ezisisinyanzelo kwiinkampani, ngakumbi malunga neentlanganiso zoluntu, akukho mfuneko malunga noku kwii-CC. Iintlanganiso zidla ngokubanjwa phakathi kwamalungu ngeloo xesha kukho imfuneko ethile.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Khupha iikopi eziqinisekisiweyo zeencwadi zezazisi zamalungu abandakanyekayo.
Fumana incwadi yemvume esuka kwiGosa eliMele iiNkonzo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Kungathabatha phakathi kosuku olunye ukuya kwiintsuku ezine ukuze kubhaliswe i-CC.
Entla
Iindleko
R50, yokubeka igama.
Entla
Entla
Ifowuni:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
