Bhalisa inqanawa yokuloba
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Bhalisa inqanawa yokuloba iLayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle iLayisensi yenqanawa yokuloba yeli lizwe iPemethe yokuseka indawo yokwenza imveliso yeentla ilungelo lokuloba ukuthutha okanye ukuphatha ukutya
Ukuphathwa nokuthuthwa kobisi
Isicelo selungelo lokukhangela ubukho besimbiwa
Isicelo selungelo lokwemba umgodi bhalisela ukusebenzisa amanzi
Inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Elayisensi yokuqhuba iNkonzo yePosi eBekelwe iZiko
Yenkonzo yosasazo lwezandi ekhupha imitha yamandla seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Elayisensi yenkonzo yabahlali yosasazo lwezandi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Yenza isicelo sepemethe okanye selayisensi
Bhalisa inqanawa yokuloba
Isicelo sokubhalisa inqanawa yokuloba
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Akukho nqanawa yokuloba iya kubhaliswa ngaphandle kwelungelo lokuloba nepemithi yokuba yenze imisebenzi yokuloba.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Zalisa ifom ngokuprinta ungadibanisi usebenzisa oonobumba abakhulu kuphela kwakunye nenkcazelo ezinika ingcaciso ebhaliweyo apho kuyimfuneko.
Nika le ngcaciso ilandelayo:
o inombolo yokubhalisa (registration number) yenqanawa o ilizwe elinegunya lolawulo (Flag State) inqanawa ebhaliswe phantsi kwalo njengangoku (nenikwe imvume yokuloba kulo okanye abemi baseMzantsi Afrika abangabanini ngokuhlangeneyo)
Ngenisa ifom yokwenza isicelo yakho kunye nelungelo lakho lokuloba okanye imvumelwano ekugqitywe ngayo kunye nomnikazi ochaphazelekayo wenqanawa eza kusetyenziswa ukuba akunguye umntu onelungelo lokuloba.
Xela ithuba necandelo lokuloba apho inqanawa iya kusetyenziswa khona.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo singathatha iintsuku ezi-3 kwezokusebenza okanye ngaphezulu, ngokuxhomekeka ekufakweni okufanelekileyo kwesicelo.
Entla
Iindleko
Iindleko ziyahluka ngokobude benqanawa.
Ubude benqanawa
Iintlawulo zangoku
Ngaphezu kwama-20m
Intlawulo yokwenza isicelo: R 125
Entla
Nceda uqhagamshelane neofisi yesebe ekufutshane nawe.
Entla
iNtshona-Koloni isiXeko/idolophu:
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
