Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokubekwa kudidi olulodwa ngokuphathelelen
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo selayisensi yesithuthi
Ukuvuselela ilayisensi yesithuthi
Isicelo senombolo yobhaliso lwesithuthi sendlela
Isaziso ngokutshintsha kweenkcukacha
Isicelo sencwadi yegunya ngokuphathelelene nesithu
Isicelo sokubhalisa isithuthi
Isicelo sokucima ubhaliso lwesithuthi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Isicelo sokubuyiselwa iintlawulo zelayisensi
Isicelo sokubuyiselwa indleko zephepha-mvume
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ungasenza isicelo sokubuyiselwa indleko zephepha-mvume lemoto, xa imoto yakho yebiwe, ingasenakuphinda ilungele ukuhamba endleleni okanye icinyiwe kubhaliso lwemoto.
Isicelo sokubuyiswa kwendleko kufuneka senziwe zingaphelanga inyanga ezintathu ukususela ngomhla wesaziso sokwebiwa kwemoto, sokuba ngeke iphinde ikulungele ukuhamba endleleni okanye ngosuku lokucinywa kobhaliso lwemoto.
Qaphela: Imali engaphantsi kwamashumi amathathu ayibuyiselwa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
o incwadi yesaziso o ingxelo efungelweyo eqinisekisa ukwebiwa kwemoto, angeke iphinde ikulungele ukuhamba endleleni okanye isatifiketi sokucinywa kobhaliso.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo siqulunqwa kwangolo suku, kodwa imali ibuyiswa emva kwentsuku ezimbalwa ngenxa yokuphicothwa kwencwadi zemali zangaphakathi.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Ifomu lesicelo sokubuyiselwa indleko zephepha-mvume lemoto, RLF,liyafumaneka ezindaweni ezikhupha amaphepha-mvume.
Entla
Nceda ukhethe iphondo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
