Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukucela ikomiti yeenkonzo eziyimfuneko engundoqo i
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ubudlelwane bezabasebenzi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Intlanganiso yoxolelwaniso yinkqubo apho umkomishina (okanye igqiza labaxoxi, kwimeko yebhunga okanye i-arhente yeengxoxo zokwenza izigqibo ezineenzuzo) ahlangana nemihlambi eyalanayo kwimpikiswano ukuze akhangele iindlela zokusombulula le mpikiswano ngesivumelwano.
Kwintlanganiso yoxolelwaniso umqeshi angaziyela ngokwakhe okanye angamelwa ngumqondisi okanye ngomnye umqeshwa okanye ngumbutho wabaqeshi. Umqeshwa angamelwa ngumngcini-sihlalo okanye ligosa lombutho obhalisiweyo womqeshwa.
Ukubangaba umenzi-sicelo akaphumelelanga ukuya kwintlanganiso yoxolelwaniso ngexesha elibekiweyo, lo mbandela uya kuchithwa. Ukubangaba umenzi-sicelo unqwenela ukuqhubeka, kufuneka kwenziwe isicelo sokurhoxisa oko kuchithwa.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Thumela ikopi yale fom kulo uphikisana naye.
Nika ubungqina bokuba ikopi yale fom isiwe kulo uphikisana naye, ngokufaka ezi zinto zilandelayo kwisicelo sakho:
o ikopi yesiliphu serejista esiphuma ePosini o ikopi yerisiti esayiniweyo ukubangaba ikopi isiwe ngesandla o ingxelo esayiniweyo yalo mntu uhambise ikopi yefom, engqina ukusiwa kwefom o ikopi yesiliphu esingqinayo sefeksi okanye nabuphi na obunye ubungqina obanelisayo benkonzo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
ISebe lezeMisebenzi
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
