Isicelo sesibonelelo ngokwenkqubo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo segranti yegqala elivela emfazweni
Somnyenyevu wentlalo seNkonzo yeNtlalo yeHlabathi
Imeko esiqhelweni malunga nabantu abakhubazekileyo ukufakelwa igranti yentlalo kwiakhawunti
Iinkonzo zokuxhasa iintsapho aMandla aMaxhoba oBugebenga noBundlobongela
Nokubuyiselwa kwemeko esiqhelweni
Okwamkelwa kwikhaya labantu abadala
Isicelo sesibonelelo ngokwenkqubo
OkuKhusela aBantu eNdlaleni
IiNkonzo zooMasipala eziSisiseko zaMahala
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Imali kunye neenzuzo zentlalo
Inkonzo zentlalo
Isicelo sesibonelelo ngokwenkqubo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ukuze uvumeleke, kufuneka ube ungumntu owayekade edlelwa indlala (oko kukuthi uNtsundu, uliKhaladi okanye uliNdiya)
ubeneminyaka yobudala eli 18 okanye ngaphezulu ube ujonge ukusebenzisa umhlaba ngeenjongo zezolimo kuphela ube ujonge ukubangumfama ngokupheleleyo ube awunasikhundla osibambileyo kumacandelo karhulumente uzimisele ukuthabatha inxaxheba kwinkqubo yoqeqesho emva kokuba ufumene umhlaba ubekwimeko yokuba ungenza igalelo ubeliqumrhu elakhiwe ngokwamacandelo ukubangaba nenza isicelo ningumbutho, kwaye ubene-akhawunti yebhanki.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Chaza umhlaba ofuna ukuwuthenga. Kungenjalo, mhlawumbi sele unawo umhlaba, ofana nomhlala onabanikazi abawudibaneleyo.
Nxulumana neSebe lezeMihlaba okanye igosa lendawo ohlala kuyo lesihlomelo sezolimo (agricultural extension) ukuze wenze isicelo segranti.
Hambisa le miqulu ilandelayo nesicelo sakho:
o indlela yokukhetha ukuthengisa ngexabiso ekuvunyelwene ngalo ukubangaba ungenela isivumelwano sengqeshiso esinendlela yokukhetha ukuthenga o uluhlu lwamalungu ekhaya okanye amalungu ombutho, ukubangaba umpoposho ngowombutho o ubungqina bokuba itayitile kulo mhlaba icacile, ayinazibango zomhlaba, ibhaliswe ngegama lomthengisi kwaye ixabiso ekuthetha-thethwane ngalo alikho ngaphezulu kwexabiso eliphakanyiswe yimarike o ubungqina bokuba le mali iseleyo ikhona (iimali ezizezo-menzi-sicelo okanye ikhontrakthi yemali-mboleko elungiselelayo)
o ingxelo yokuphonononga ixabiso
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nceda ukhethe iphondo
ISebe lezeMihlaba
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
