Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukunikwa enye ipaspoti xa ilahlekile ibiwe
Isicelo sencwadi yokundwendwela
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukumka eMzantsi Afrika
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
inikwa abemi baseMzantsi Afrika abaneminyaka yobudala eli 16 okanye nangaphezulu sebenziseka kuhambo oluya kuwo onke amazwe, ngaphandle kokuba inomfakelo ogunyazisa ngenye indlela isebenziseka iminyaka eli 10 ukusukela kumhla wokukhutshwa kwayo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Phatha kuwe incwadi yakho yesazisi okanye isatifiketi sokuzalwa xa usenza isicelo.
Nyathelisa iminwe (iifingaprinti) ukuze ifakwe kuvimba woBhaliso lweNani neeNkcukacha zaBantu.
Hambisa iifoto ezimbini ezilingana kwipaspoti.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Izicelo zingathabatha ixesha elifikelela kwiiveki ezi 6.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
