






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezokuzonwabisa & Nezemidlalo > Uqeqesho & Nophuhliso > Uqeqesho Nophuhliso Kwimidlalo Yeli Lizwe

Uqeqesho Nophuhliso Kwimidlalo Yeli Lizwe




INKCAZELO:

Eli Sebe liphuhlisa imidlalo yeli ngokuthi iqeqeshe amavolontiya njengeenkokheli zemidlalo yeli lizwe. Imidlalo yeli yayanyaniswa namasiko neenkcubeko yaye futrhi iquka:

* iibeke/uSkununu (umdlalo wokuleqa ibhola),
* iKho-Kho (umdlalo wokubaleka),
* iNtimo/iKgati/uGqaphu (umdlalo wokutsiba intambo),
* iDiketo/iMagave/uPhuca (umdlalo wokuhlanganisa amatye),
* ijukskei (umdlalo wokuleqa ufumane umntu),
* iNcuva/iMorula kunye noMlabalaba (imidlalo yebhodi),
* Iintonga.



IMIYALELO:

Ukuze ufumanise okunye ngale midlalo, qhagamshelana:

noManfred Josephs
weSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nezemidlalo
Kumgangatho Wesibini Kwisakhiwo se-Utilitas, kwa-1 kwiSitalato iDorp, eKapa, 8001
Private Bag X9067, eKapa, 8000
Inombolo Yomnxeba: 021 483 2618 or 2609
Inombolo Yomnxeba Wesinqel: 082 449 6620
Inombolo Yefeksi: 021 483 2614
mjosephs@pgwc.gov.za

uNico Mostert
weOfisi Yesithili yeNqila
Kumabala Omdlalo weHockey aseHartleyvale, Kwikona yeLiesbeeck Parkway neStation Road, eObservatory, 7925
Inombolo Yomnxeba: 021 447 6925
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 082 449 6624
Inombolo Yefeksi: 021 447 5589

uDirk van der Westhuizen
Kwi-Ofisi Yesithili yase-Oudtshoorn
Kwisakhiwo Semidlalo iDe Jager, eVoortrekker Street, eOudtshoorn
P O Box 610, eOudtshoorn, 6620
Inombolo Yomnxeba: 044 272 6165
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 082 449 6629
Inombolo Yefeksi: 044 272 5975

uLisle Lombard
kwi-Ofisi Yesithili yaseBoland
kwiZiko Lomculo iFrank Peterson, kwa-21 kwiSitalato iSanddrift, ePaarl, 7646
Inombolo Yomnxeba: 021 872 1397
Inombolo Yomnxeba Wesinqe:082 781 9832
Inombolo Yefeksi
uAndr Enslin
kwi-Ofisi Yesithili Yonxweme oluseNtshona
kwiZiko Elidala Lezempilo, kwa-5 kwiSitalato iHill, eVredenburg
kwa-41 ePostnet Suite, Private Bag X2, eVredenburg, 7380
Inombolo Yomnxeba: 022 713 2727
Inombolo Yomnxeba Wesinqe: 082 449 6627
Inombolo Yefeksi: 022 719 1970

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Ezemidlalo Nokuzonwabisa (iSebe Lemicimbi Yenkcubeko Nemidlalo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uJulayi 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





