






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO |IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ushicilelo > IiNkcukacha Zoluntu > W > Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana &gt INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana

INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana



Wonke umntwana unelungelo lokufumana ezona mfuno zakhe zingundoqo, ezifana:
1. nokutya
2. indawo yokuhlala
3. impahla yokunxiba
4. unonophelo lwempilo
5. kwanokuhamba isikolo


Abantwana kufuneka bezifumene ezi mfuno zingundoqo kubazali okanye kwizizalwane zabo. Le nkathalo inikezelwa ngabazali okanye zizizalwane ibizwa ngokuba yinkxaso.

Abazali okanye izizalwane zixhasa abantwana ngqo, xa abantwana behlala nazo.

Abazali okanye izizalwane zixhasa abantwana ngokungathanga ngqo, xa abantwana behlala nomnye umntu, ngokuthi bahlawule inkxaso-mali yesondlo saboo bantwana, okanye imali ukuncedana nomntwana lowo kwanokumnika iimfuno zakhe ezingundoqo.


UMTHAMO | Icandelo Elilandelayo >


UMTHAMO: Wena Nenkxaso-mali Yesondlo Somntwana: INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana

* INkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ijongana Nezona Mfuno Zimlungeleyo Umntwana
* Ngubani Onoxanduva Lokubonelela Umntwana Ngeemfuno Zakhe Ezingundoqo?
* Yintoni Indlela Yenkxaso?
* Kutheni Kufuneka Uhlawule iNkxaso-mali Yesondlo Somntwana Nje?
* Ihlawulwa Njani Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana?
* Ingaba Kusafuneka Ndihlawule Inkxaso-mali Yesondlo Somntwana Ukuba Omnye Umzali:
* Kwenzeka Ntoni Xa abazali Benabo Abanye Abantwana?
* Sibalwa Njani Isixa Senkxaso-mali Yesondlo Sabantwana?
* Kwenzeka Ntoni Xa Inkxaso-mali Yesondlo Sabantwana Ingahlawulwanga?
* Yintoni Endinokuyenza Ukukhusela Ezona Mfuno Zingundoqo Zabantwana Ngokwenkxaso-mali Yesondlo?





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukufumana Umyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
* Ukunyanzelisa Ukuthotyelwa Komyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
* Maintenance Act, 99 of 1998 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uNovemba 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





