﻿
Isicelo sokuhlelwa ngokukhethekileyokwendleko zamaphepha-mvume okanye ukukhululwa ekubhaliseni
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Ukuhlelwa ngokukhethekileyo kwemoto kuvumeleka kuhlobo oluthile lwemoto elenzan umsebenzi othile elingavamisanga ukuhamba endleleni kawonke-wonke.

Inqwelo erhuqwayo okanye itrekta ikhululiwe ekubhataleni indleko zephepha-mvume ukuba umnini wazo ungumlimi ngokunyanisekileyouzisebenzisela ulimo kuphela.Kuyafana naxa imoto yakhiwe ngokutsha okanye itshintshiwe ukuze isetyenzselwe ukhuphiswano okanye imiboniso.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Gcwalisa ifomu I EFL 1 kwi ofisi yamagosa endlela ekufutshane.
Yiza nala maxwebhu alandelayo:

incwadi yesazisi
isatifiketi sobhaliso lwemoto
incwadi yesigunyaziso ephuma kuLawulo Lomgangatho worhwebo eMzantsi Afrika
isatifiketi sokulungela ukuba sendleleni kwemoto.



Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996 , Section 14 

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Ukuhlelwa okanye ukukhululwa ekubhaliseni kungathabatha malunga neveki ezintandathu.

Entla

Iindleko

