
Isicelo sokuvuselela ilayisensi ye-TV
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Ilayisensi yethelevijini igunyazisa umntu ukuba athenge ithelevijini kwaye abukele ithelevijini .

Le layisensi ivuseleleka qho ngonyaka.

Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, yiya ku TV Licences.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Vuselela ilayisensi yakho ePosini ekufuphi.
Hambisa ezi zinto zilandelayo:

Le layisensi unayo ye-TV;
Ikopi yesaziso sokuvuselela;
Incwadi yakho yesazisi;
Ubungqina be-adresi yendawo kunye ne-adresi yokuposa, zihambe nenombolo yomnxeba;

Hlawula imali efunekayo yokuvuselela.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



Broadcasting Act, 1999  UMthetho wokuSasaza

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Esi sicelo sithabatha iiyure ezimbalwa

Entla

Iindleko

R225
Ilayisensi esisibonelelo yi R65

Entla

Iifom ezigcwaliswayo



Application form for TV Licence

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


