﻿
Isicelo sokuhlaziya ukubhalisa izityalo ezibulalala iintsholongwane
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Zonke izityalo ezibulala iintsholongwane ezisebenzayo apha eMzantsi Afrika kufuneka zibhaliswe kuMbhalisi: Act 36 of 1947 . Isityalo esibulala iintsholongwane sisetyenziswa ukubulala iintsholongwane kumathambo okanye ezinye izinto ezivela kwizilwanyana.

Minyaka le iofisi yoMbhalisi ithumela iileta malunga nohlaziyo neefomu zesicelo kubo bonke abanobhaliso.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Zalisa ifomu yesicelo ngeekopi ezintathu. Intsayino yokwenene iyafuneka kwifomu nganye ehlukileyo.
Fakela intlawulo yobhaliso. Iitsheki neposoda kufuneka zihlawulwe ku-Director –General: Agriculture.

Entla

Umthetho osetyenziswayo

Fertilizers, Farm Feeds, Agricultural Remedies and Stock Remedies Act, 1947  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Ubhaliso lungathatha iinyanga ezi-3.

Entla

Iindleko

R600

Entla

Iifom ezigcwaliswayo



Application for registration of a sterilizing plant 

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


