﻿
Isicelo sokubhalisa izityalo ezibulalala iintsholongwane
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Zonke izityalo ezibulala iintsholongwane ezisebenzayo apha eMzantsi Afrika kufuneka zibhaliswe kuMbhalisi: Act 36 of 1947 . Isityalo esibulala iintsholongwane sisetyenziswa ukubulala iintsholongwane kumathambo okanye ezinye izinto ezivela kwizilwanyana.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Khupha ifomu yesicelo kwi-inthanethi uze uyizalise ngeekopi ezintathu. Ifomu kananjalo ingacelwa kuMbhalisi: Act 36 of 1947 . Intsayino yokwenene iyafuneka kwifomu nganye ehlukileyo.
Fakela intlawulo yobhaliso. Iitsheki neposoda kufuneka zihlawulwe ku-Director –General: Agriculture.

Entla

Umthetho osetyenziswayo

Fertilizers, Farm Feeds, Agricultural Remedies and Stock Remedies Act, 1947  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Ubhaliso lungathatha iinyanga ezi-3.

Entla

Iindleko

R2 420

Entla

Iifom ezigcwaliswayo



Application to register a sterilising plant 

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


