﻿
Isicelo sokubhalisa iziko lovavanyela amaphepha-mvume okuqhuba imoto.
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Isicelo sokubhalisa iziko lokuvavanyela amaphepha-mvume okuqhuba masenziwe kumafomu esicelo amisiweyo.Njengenxalenye yokuphononongwa kwesicelo kulindeleke ukuba uchaze abameli babalawuli nabavavanyi bamaphepha-mvume okuqhuba.

INkuluMbuso The MEC  yezothutho kwiphondo ekwenziwe kulo isicelo izakuthumela umhloli oza kujongisisa umgangatho wezinto zokusebenza icebise ngezinga leziko lovavanyo.

Xa inkulu mbuso yanelisekile lucwaningo uza kulinika umgangatho iziko lovavanyo, agcine ikcukacha kwincwadi yokubhalisa yamaziko okuvavanyela phepha-mvume lokuqhuba akhuphele umceli isatifiketi sobhaliso.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Qhakamshelana neCandelo lezoThutho lephondo.
Yiza nala maxwebhu:


iincwadi zezazisi zabalawuli beziko lovavanyo lokuqhuba 
isatifiketi sokubhaliswa kweshishini.


Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Kungathabatha iinyanga ezintandathu ukubhalisa iziko lovavanyo.

Entla

Iindleko

