
Isicelo sobhaliso njengombutho wohlobo lwezilwanyana okanye ukubhalisa njengegunyabantu elibhalisayo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Umbutho wohlobo lwezilwanyana okanye igunyabantu lokubhalisa malunga neentlobo zezilwanyana ngokwemimiselo ye-Animal Improvement Act, 1998  kufuneka ubhalise ku-Registrar of Animal Improvement .

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Khupha ifomu yesicelo kwi-inthanethi uze uyizalise ngokupheleleyo. Ifomu kananjalo ingacelwa ku-Registrar of Animal Improvement .
Thumela ku-:
The Registrar of Animal Improvement
Private Bag X138
Pretoria
0001

Entla

Umthetho osetyenziswayo



Animal Improvement Act, 1998  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Ukuhlelwa kwesicelo kungathatha iintsuku ezingama-30.

Entla

Iindleko

R4 798

Entla

Iifom ezigcwaliswayo



Application for registration as dreed society or registered authority 

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


