
Isicelo sokubhalisa imoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Zonke iimoto ezisebenzisa indlela kawonke-wonke eMzantsi Afrika kufuneka zibhalisiwe.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Gcwalisa ifomu lesicelo kwi ofisi yamagosa endlela ekufuphi nawe.
Yiza nala maxwebhu alandelayo:

incawdi yesazisi
ubungqina bokuba ngumnini moto ofaka iscelo
isatifiketi sokulungela ukuba sendleleni kwemoto .


Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Isicelo siqulunqwa kwangolosuku esifakwe ngalo.

Entla

Iindleko

