iLayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Bhalisa inqanawa yokuloba iLayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle iLayisensi yenqanawa yokuloba yeli lizwe iPemethe yokuseka indawo yokwenza imveliso yeentla ilungelo lokuloba ukuthutha okanye ukuphatha ukutya
Ukuphathwa nokuthuthwa kobisi
Isicelo selungelo lokukhangela ubukho besimbiwa
Isicelo selungelo lokwemba umgodi bhalisela ukusebenzisa amanzi
Inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Elayisensi yokuqhuba iNkonzo yePosi eBekelwe iZiko
Yenkonzo yosasazo lwezandi ekhupha imitha yamandla seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Elayisensi yenkonzo yabahlali yosasazo lwezandi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Yenza isicelo sepemethe okanye selayisensi iLayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle
Isicelo selayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Zalisa ifom yokwenza isicelo uze uyingenise kwi-ofisi ekufutshane kunye nawe yakwa -DEAT kunye nale ngcaciso ilandelayo:
o igama lenqanawa yokuloba o igama neenkcukacha zenqanawa zomnikazi wenqanawa (kubandakanywa nezabelo zobunini (ownership shares) ukuba yinqanawa ekudityenwe ngayo kunye ngabemi belizwe langaphandle kunye nabemi boMzantsi Afrika)
Kwisicelo sakho, bonisa icandelo lokuloba apho inqanawa iya kusebenza khona kwakunya nexesha lokusebenza kwayo (deployment).
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
R21 200-ngokumalunga nelayisensi yenqanawa yelizwe langaphandle
Izicelo zokutshintshwa kwenqanawa njengangoku azihlawulelwa
Entla
Entla
iNtshona-Koloni isiXeko/idolophu:
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
