

Isaziso sotshintsho lwe nkcukacha zomnini moto

Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Oku kukwazisa iCandelo lezoThutho ngotshintsho lwe dilesi yomnini moto. Bonke abanini moto kufuneka baqinisekise ukuba amadilesi wabo athathiwe kubhaliso lwemoto ngachanekileyo.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Yiya kwi ofisi yamagosa endlela ekufuphi nawe.
Gcwalisa uthumele ifomu lesaziso.
Yiza nala maxwebhu alandelayo:

ikopi yencwadi yesazisi
ubungqina bendawo yokuhlala entsha.


Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Isicelo siqulunqwa kwangolo suku.

Entla

Iindleko

Le nkonzo ayihlawulelwa.

Entla

Iifom ezigcwaliswayo

Notice of change of particulars, NCP 
Motor vehicle registration, MRV1A 
Application for registration and licensing, RLV 

Amafomu esicelo ayafumaneka kwi ofisi yamagosa endlela.

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


