﻿
Isicelo semnvume yokurhweba ngeemoto ne nani lokurhweba
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Olu ncedo lulungiselelwe abantu abavelisa iimoto, abenza iimoto,abathenga bathengise iimoto. Inanai lokurhweba ngeemoto linika imvume kwababantu babaliweyo yokuba baqhube endleleni kawonke-wonke iimoto ezingabhaliswanga.

Nani lokurhweba lifunelwa okukuba:

abavelisi bemoto, bazise bathengise batshintshe okanye balungise iimoto
abathuthi bemoto bahambise iimoto
abarhwebi ngemoto ukuze bakwazi ukuhambisa iimoto
nabathenga iimoto kwamanye amazwe ukuze bakwazi ukuzihambisa.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Gcwalisa ifomu MTN 1 e ofisini yamagosa endlela ekufuphi nawe.
Bonakalisa ukuba kutheni ufuna amanani okurhweba nokuba kutheni ufuna elo nana olifunayo.
Thumela lamaxwebhu alandelayo:

ikopi yencwadi yesazisi okanye uxwebhu lelungelo lokumela xa umele inkampani
isatifiketi sokubhaliswa kweshishini

Bhatala imali efunekayo.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Isicelo siqulunqwa kwangolosuku.

Entla

Iindleko

