Isicelo selayisensi entsha yompu
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo selayisensi entsha yompu
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukujongana nomthetho
Imipu
Isicelo selayisensi entsha yompu
Isicelo selayisensi entsha yompu
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Abantu abanqwenela ukubangabanikazi bemipu kufuneka baqale baphumelele uvavanyo loqeqesho oluqingqiweyo kwiziko loqeqesho elinoqinisekiso lokuvunywa nokwamkelwa (accredited) kwaye bafumane isatifiketi sokuphumelela uqeqesho. Uluhlu lwamagama wamaziko oqeqesho anoqinisekiso lokuvunywa nokwamkelwa lugcinwa kwi-website ye-SAPS okanye ungatsalela umnxeba kwiZiko laMapolisa lokuTsalela uMnxeba leMipu yeLizwe kwinombolo ethi: +27 12 353 6111 okanye uthumele ifeksi e: +27 12 353 6036 ukuze ufumane inkcazelo.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Phatha le miqulu ilandelayo xa usiya kwiGosa eliSebenza ngeMipu:
o iSatifiketi soLwazi neZakhono esiluqobo lwaso (ukuba sesikhutshiwe)
Faka iziphakamiso zokuxhasa isicelo sakho ngokugcweleyo kwaye ufake imiqulu yokuxhasa esi sicelo.
IGosa eliSebenza ngeMipu liyakukunika isiqwengana sephepha lokuhlawula kwaye likuthumele kwi-Ofisi yezeMali kwisikhululo samapolisa ukuze uhlawule le mali ichaziweyo. Le ntlawulo mayenziwe ngekhetshi okanye ngetshekhi eqinisekiswe yibhanki. Uyakunikwa irisiti yenkcitho (Z263) njengobungqina bentlawulo kwaye kufuneka uyise kwiGosa eliSebenza ngeMipu ukuze likwazi ukuqhubeka ngesicelo sakho.
Uyakufumana incwadi esayiniweyo evuma ukufunyanwa kwesicelo (SAPS 523), njengobungqina bokuba ufake isicelo selayisensi yokubanompu.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko iSatifiketi soLwazi neZakhono: R70
ILayisensi yoMpu: R140
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
