

Isicelo senkcazelo ngobume boMzantsi Afrika malunga nezifo zezilwanyana

Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

ISebe leZolimo linika inkcazelo ngobume boMzantsi Afrika malunga nezifo zezilwanyana kubo bonke ababandakanyeki abanomnqweno.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Nxulumana neCandelo loBuqondisi beMpilo yeZilwanyana  kule dilesi ilapha ngezantsi okanye utyelele i-website yeSebe leZolimo.

Entla

Umthetho osetyenziswayo




Animal Diseases Act, 1984   with amendments
Animal Health Act, 2002 



Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Inkcazelo ifumaneka kwangoko kwi-website.

Entla

Iindleko

Le nkonzo ayihlawulelwa.

Entla

Iifom ezigcwaliswayo

Akukho zifom zizaliswayo.

Entla

Iinkcukacha zonxulumano


