

Isicelo sokuvuselela ilayisensi yokubanompu

Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

UMthetho wokuLawula iMipu, ekuthiwa yi-Firearms Control Act, 2000, ujonge ukuqinisekisa ukuba umntu unolwazi kunye nezakhono zokubanompu.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Kufuneka ugqibe uvavanyo oluqingqiweyo ngempumelelo ukuze ungqine ulwazi lwakho loMthetho kumniki-nkonzo zoqeqesho onoqinisekiso lokuvunywa nokwamkelwa. Wakube ufumene isatifiketi soqeqesho esiphuma kumniki-nkonzo zoqeqesho onoqinisekiso lokuvunywa nokwamkelwa  okanye kwi-SASSETA , yenza isicelo sesatifiketi solwazi nezakhono kwiNkonzo yaMapolisa aseMzantsi Afrika.
Ungenza izicelo ngexesha elinye zokuvuselela ilayisensi okanye iilayisensi ezahlukeneyo onazo zemipu. Kusetyenziswa la maxesha alandelayo, ngokwemihla yokuzalwa:

