
Isicelo sekopi yoxwebhu lwemoto
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

I ofisi yamagosa endlela ikhupha ikopi yoxwebhu lemoto efana nesatifiketi sobhaliso, isatifiketi sokubasendleleni, icwecwe lephepha-mvume namanye amaxwebhu okanye imiqondiso elahlekileyo, eyonakele inkangeleko, etshatyalalisiweyo, okanye xa amanani noba, imifanekiso okanye iinkcukacha ezithile zingabonakali.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Dibana ne ofisi yamagosa endlela ekufutshane.
Gcwalisa ifomu yesicelo.
Bhatala imali ebekiweyo.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Isicelo siqulunqwa sikhuthswe kwangolosuku lwesicelo.

Entla

Iindleko

