
Isicelo sokubhaliselwa ukuqeqesha abaqhubi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Umthetho osetyenziswayo
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Iifom ezigcwaliswayo
Iinkcukacha zonxulumano

Inkcazelo

Umihetho weLizwe oLawula uhambo endleleni uthi nawuphina umntu ofuna ukuqeqesha abaqhubi kufuneka abhalise kwi Candelo lezoThutho.Ukuze ube ngumqeqeshi kufuneka uye kuqeqeshwa uphumelele iiseti zovavanyo.Umntu ofuna ukuqeqesha abaqhubi uzakuqeqesha abaqhubi beklasi yemoto anegunya lokuziqhuba.Isatifiketi sokuqeqesha siyaphelelwa emva konyaka.

Entla

Inkqubo emayilandelwe

Faka isicelo sesatifiketi sokuqeqehsela ukuqhuba kuyo nayiphi indawo yovavanyo lamaphepha-mvume okuqhuba.
Gcwalisa ifomu RI, lesicelo sokubhalisela ukuqeqesha abaqhubi.
Yiza nesatifiketi sakho sikagqirha.
Bhatala imali ebekiweyo.
Uza kuthunyelwa esikhululweni samapolsa uyokufumana ingxelo yesigwebo.

Endaweni yovavanyo bazithumela kwiNkulu Mbusoezakusamkela okanye isale isicelo. Xa samkelekile isicelo, indawon yovavanyo ikhupha imvume.

Entla

Umthetho osetyenziswayo



National Road Traffic Act, 1996  

Entla

Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo

Le mvume ingabe seyilungile emva kweveki ezintandathu ukuya kwezisibhozo.

Entla

Iindleko

